Mateyu 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+ Luka 9:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kodwa uYesu wathi kuye: “Musani ukuzama ukumthintela, kuba lowo ungekho nxamnye nani ungakuni.”+ Luka 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+