Mateyu 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa. Mateyu 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ndithi kuni, Ukuba ababini kuni emhlabeni bayavumelana nangantoni na ebalulekileyo abafanele bayicele, iya kwenzeka kubo ngenxa kaBawo osezulwini.+ Mateyu 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye zonke izinto enizicela emthandazweni, ninokholo, niya kuzifumana.”+ Luka 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa. Yohane 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nakuphi na oko nikucelayo egameni lam, ndiza kukwenza, ukuze uBawo azukiswe ngoNyana.+ Yohane 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukuba nihlala nimanyene nam nawo amazwi am ahlale kuni, celani nakuphi na enikunqwenelayo yaye kuya kwenzeka ngenxa yenu.+ Yohane 16:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 De kube leli xesha langoku anikaceli nanye into egameni lam. Celani, niya kwamkela, ukuze uvuyo lwenu luzaliswe.+
7 “Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna, niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza,+ niya kuvulelwa.
19 Ngoko ndithi kuni, Ukuba ababini kuni emhlabeni bayavumelana nangantoni na ebalulekileyo abafanele bayicele, iya kwenzeka kubo ngenxa kaBawo osezulwini.+
9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.
7 Ukuba nihlala nimanyene nam nawo amazwi am ahlale kuni, celani nakuphi na enikunqwenelayo yaye kuya kwenzeka ngenxa yenu.+
24 De kube leli xesha langoku anikaceli nanye into egameni lam. Celani, niya kwamkela, ukuze uvuyo lwenu luzaliswe.+