INdumiso 118:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ilitye abaligatyayo abakhi+Liye laba yintloko yembombo.+ Mateyu 21:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’? Luka 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+ Efese 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+ 1 Petros 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uxabisekile ke kuni, nina bakholwayo; kodwa kwabo bangakholwayo, “lisuke eli litye baligatyayo+ abakhi laba yintloko yembombo,”+
42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’?
17 Kodwa wabajonga waza wathi: “Ngoko, kuthetha ntoni na oku kubhaliweyo ukuthi, ‘Ilitye abaligatyayo abakhi,+ liye laba lilitye lembombo eliyintloko’?+
20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+
7 Uxabisekile ke kuni, nina bakholwayo; kodwa kwabo bangakholwayo, “lisuke eli litye baligatyayo+ abakhi laba yintloko yembombo,”+