Mateyu 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+ Luka 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bambuza, besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha uze ufundise ngokuchanileyo, ungakhethi buso bamntu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+
16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+
21 Bambuza, besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha uze ufundise ngokuchanileyo, ungakhethi buso bamntu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+