Mateyu 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+ Roma 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Noko ke ndiyabuza, Abazange basilele ukuva, andibi kunjalo? Kaloku, enyanisweni, “intlokoma yabo yaphuma yaya kuwo wonke umhlaba,+ namazwi abo aya kwiziphelo zomhlaba omiweyo.”+ ISityhilelo 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndabona enye ingelosi iphaphazela esazulwini sezulu,+ ineendaba ezilungileyo+ ezingunaphakade ukuba izivakalise njengesigidimi esichulumancisayo kwabo bahleli emhlabeni, nakuzo zonke iintlanga nezizwe neelwimi nabantu,+
14 Kwaye ezi ndaba zilungileyo+ zobukumkani+ ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo kube bubungqina kuzo zonke iintlanga;+ kwandule ke kufike ukuphela.+
18 Noko ke ndiyabuza, Abazange basilele ukuva, andibi kunjalo? Kaloku, enyanisweni, “intlokoma yabo yaphuma yaya kuwo wonke umhlaba,+ namazwi abo aya kwiziphelo zomhlaba omiweyo.”+
6 Ndabona enye ingelosi iphaphazela esazulwini sezulu,+ ineendaba ezilungileyo+ ezingunaphakade ukuba izivakalise njengesigidimi esichulumancisayo kwabo bahleli emhlabeni, nakuzo zonke iintlanga nezizwe neelwimi nabantu,+