Mateyu 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Luka 19:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+ Luka 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Kuba kuya kubakho intswelo enkulu elizweni nengqumbo kwesi sizwana; Luka 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYesu waphethukela ebafazini abo waza wathi: “Zintombi zaseYerusalem, musani ukulilela mna. Kunoko, zilileleni nina nabantwana benu;+
44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+
23 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Kuba kuya kubakho intswelo enkulu elizweni nengqumbo kwesi sizwana;
28 UYesu waphethukela ebafazini abo waza wathi: “Zintombi zaseYerusalem, musani ukulilela mna. Kunoko, zilileleni nina nabantwana benu;+