Luka 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nabantu baya kuthi kuni, ‘Nankuya phaya!’ okanye, ‘Nanku apha!’+ Musani ukuya okanye nisukelane nabo.+ Luka 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathi: “Lumkani ningalahlekiswa;+ kuba abaninzi baya kuza egameni lam, besithi, ‘Ndinguye,’ nokuthi, ‘Ixesha elililo lisondele.’+ Musani ukubalandela.
23 Nabantu baya kuthi kuni, ‘Nankuya phaya!’ okanye, ‘Nanku apha!’+ Musani ukuya okanye nisukelane nabo.+
8 Wathi: “Lumkani ningalahlekiswa;+ kuba abaninzi baya kuza egameni lam, besithi, ‘Ndinguye,’ nokuthi, ‘Ixesha elililo lisondele.’+ Musani ukubalandela.