Yobhi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mawutshabalale umhla endazalwa ngawo,+Kwanobusuku awathi ngabo umntu, ‘Kukhawulwe indoda eyomeleleyo!’ Mateyu 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”
3 “Mawutshabalale umhla endazalwa ngawo,+Kwanobusuku awathi ngabo umntu, ‘Kukhawulwe indoda eyomeleleyo!’
24 Enyanisweni, uNyana womntu uyemka, kanye njengokuba kubhaliwe+ ngaye, kodwa yeha+ loo mntu angcatshwa ngaye uNyana womntu!+ Ngekumlungele loo mntu ukuba wayengazange azalwe.”