IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+

  • Daniyeli 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Emva kweeveki ezingamashumi amathandathu anesibini uMesiya uya kunqunyulwa,+ engenanto anayo.+

      “Yaye isixeko nendawo engcwele+ ziya konakaliswa ngabantu benkokeli ezayo.+ Ukuphela kwayo kuya kuba ngomkhukula. Kuya kugquba imfazwe kuyo kude kube sekupheleni; ide iphanziswe, njengoko kumiselwe ukuba kube njalo.+

  • Zekariya 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share