Mateyu 26:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+ Mateyu 26:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+ Marko 14:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Bamshiya+ bonke, basaba.+ Yohane 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+
31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+
56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+
32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+