INdumiso 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+ INdumiso 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+ Yohane 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+
27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.