Mateyu 27:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Njengoko ayephuma afumana mntu uthile oyinzalelwane yaseKirene ogama linguSimon.+ Amkhonzisa ngokumnyanzela ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo. Luka 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+
32 Njengoko ayephuma afumana mntu uthile oyinzalelwane yaseKirene ogama linguSimon.+ Amkhonzisa ngokumnyanzela ukuba aphakamise isibonda sakhe sentuthumbo.
26 Ke kaloku njengoko babemqhuba, babamba uSimon, oyinzalelwane yaseKirene, owayevela emaphandleni, baza basibeka phezu kwakhe isibonda sentuthumbo ukuba asithwale emva koYesu.+