Mateyu 27:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Axhoma phezu kwentloko yakhe isimangalo ngokunxamnye naye, ngombhalo othi: “Lo nguYesu uKumkani wamaYuda.”+ Luka 23:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Phezu kwakhe kwakukwakho nombhalo othi: “Lo ngukumkani wamaYuda.”+ Yohane 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UPilato wabhala kwanombhalo waza wawubeka kwisibonda sentuthumbo. Kwakubhalwe kwathiwa: “UYesu umNazarete uKumkani wamaYuda.”+
37 Axhoma phezu kwentloko yakhe isimangalo ngokunxamnye naye, ngombhalo othi: “Lo nguYesu uKumkani wamaYuda.”+
19 UPilato wabhala kwanombhalo waza wawubeka kwisibonda sentuthumbo. Kwakubhalwe kwathiwa: “UYesu umNazarete uKumkani wamaYuda.”+