IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+

  • Marko 10:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ke kaloku babenyuka ngendlela besiya eYerusalem, yaye uYesu wayehamba phambi kwabo, kwaye bathi manga; kodwa bamlandela besoyika. Kwakhona wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza waqala ukubaxelela ezi zinto zazimiselwe ukumhlela:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share