Mateyu 20:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Enosizi, uYesu wachukumisa amehlo abo,+ yaye ngoko nangoko babona, baza bamlandela.+ Luka 7:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kodwa wathi emfazini: “Ukholo lwakho lukusindisile;+ hamba ngoxolo.”+ Luka 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wathi kuye: “Phakama uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”+