INdumiso 80:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wawenza wemka umdiliya eYiputa.+Wazigxotha iintlanga, ukuze uwutyale.+ INgoma yazo iiNgoma 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “USolomon wayenesidiliya+ eBhahali-hamon. Isidiliya wasinika abagcini.+ Ngamnye ebeye azise iwaka lesilivere ngesiqhamo saso. Isaya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Makhe ndivumele intanda yam ingoma yalowo ndimthandayo ngokuphathelele isidiliya sakhe.+ Intanda yam yaba nesidiliya ngasendulini yeziqhamo. Yeremiya 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+
11 “USolomon wayenesidiliya+ eBhahali-hamon. Isidiliya wasinika abagcini.+ Ngamnye ebeye azise iwaka lesilivere ngesiqhamo saso.
5 Makhe ndivumele intanda yam ingoma yalowo ndimthandayo ngokuphathelele isidiliya sakhe.+ Intanda yam yaba nesidiliya ngasendulini yeziqhamo.
21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+