Mateyu 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+ Marko 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+
33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+
12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+