Isaya 28:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+ Mateyu 21:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’? Marko 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+
16 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndibeka ilitye+ lesiseko eZiyon,+ ilitye elilingiweyo,+ imbombo exabisekileyo+ yesiseko esiqinisekileyo.+ Akukho namnye ubonisa ukholo uya kuphakuzela.+
42 UYesu wathi kubo: “Anizange nifunde na eZibhalweni ukuba, ‘Ilitye abaligatyayo+ abakhi lilo elaba lilitye lembombo eliyintloko.+ Oku kuvela kuYehova, yaye kuyamangalisa emehlweni ethu’?
10 Anizange nisifunde na esi sibhalo sithi, ‘Ilitye+ abaligatyayo abakhi, liye laba lilitye lembombo eliyintloko.+