Levitikus 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho. Mateyu 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+ Marko 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bakufika bathi kuye: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso yaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli mbonakalo yangaphandle yabantu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+ Kusemthethweni na ukuhlawula irhafu yentloko kuKesare okanye akunjalo?
15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho.
16 Ngoko bathumela kuye abafundi babo, ndawonye neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso kwaye ufundisa indlela kaThixo ngenyaniso, kwaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli imbonakalo yangaphandle yabantu.+
14 Bakufika bathi kuye: “Mfundisi, siyazi ukuba unenyaniso yaye akukhathalele nabani na, kuba akukhangeli mbonakalo yangaphandle yabantu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+ Kusemthethweni na ukuhlawula irhafu yentloko kuKesare okanye akunjalo?