Roma 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+ Hebhere 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+
17 Ukuba, ngoko, singabantwana, sikwaziindlalifa: eneneni iindlalifa zikaThixo, kodwa iindlalifa ezimanyene+ noKristu, ukuba nje sibandezeleka+ ndawonye naye ukuze sizukiswe ndawonye naye.+
15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+