IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 66:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Ke kaloku zonke ezi zinto zenziwe sisandla sam, ukuze nje zona zonke zibekho,”+ utsho uYehova. “Ngoko, ndiya kukhangela kulo, kulowo uxhwalekileyo nokhathazekileyo emoyeni+ nongcangcazelayo lilizwi lam.+

  • Hezekile 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye abasindileyo babo ngokuqinisekileyo baya kusinda+ baze babe sezintabeni njengamahobe asezintlanjeni,+ abadumzelayo bonke, ngamnye ngenxa yesiphoso sakhe.

  • 1 Korinte 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngenxa yoko lowo ucinga ukuba umile makalumke angawi.+

  • 2 Korinte 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share