INdumiso 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ndathi: “Ndiya kuzilinda iindlela zam+Ukuze ndilugcine ulwimi lwam lungoni.+Ndiya kubeka isicheme njengomlindi emlonyeni wam,+Logama nje kukho ongendawo phambi kwam.”+ Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
39 Ndathi: “Ndiya kuzilinda iindlela zam+Ukuze ndilugcine ulwimi lwam lungoni.+Ndiya kubeka isicheme njengomlindi emlonyeni wam,+Logama nje kukho ongendawo phambi kwam.”+
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+