Yohane 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 baza bambethelela apho,+ nabanye abantu ababini kunye naye, omnye kweli cala nomnye kweliya, kodwa uYesu waphakathi.+
18 baza bambethelela apho,+ nabanye abantu ababini kunye naye, omnye kweli cala nomnye kweliya, kodwa uYesu waphakathi.+