Mateyu 27:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+ Marko 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngokukwanjalo nababingeleli abaziintloko kwanababhali babehlekisa ngaye besithi: “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa!+
42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+
31 Ngokukwanjalo nababingeleli abaziintloko kwanababhali babehlekisa ngaye besithi: “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa!+