Yohane 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba babengekasiqondi isibhalo esithi umele avuke kwabafileyo.+ Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ Hebhere 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa simbona uYesu, ohliswe kancinane kuneengelosi,+ ethweswe uzuko+ nembeko ngenxa yokubandezeleka ekufeni,+ ukuze ngobubele obungasifanelanga bukaThixo angcamle ukufa ngenxa yabantu bonke.+ 1 Petros 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Baqhubeka behlola ukuba liliphi elona xesha+ okanye luhlobo luni lwexesha owawulibonisa umoya+ owawukubo ngokuphathelele uKristu+ xa wawunikela ubungqina kwangaphambili ngeembandezelo zikaKristu+ nangozuko+ olwaluya kuzilandela.
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
9 kodwa simbona uYesu, ohliswe kancinane kuneengelosi,+ ethweswe uzuko+ nembeko ngenxa yokubandezeleka ekufeni,+ ukuze ngobubele obungasifanelanga bukaThixo angcamle ukufa ngenxa yabantu bonke.+
11 Baqhubeka behlola ukuba liliphi elona xesha+ okanye luhlobo luni lwexesha owawulibonisa umoya+ owawukubo ngokuphathelele uKristu+ xa wawunikela ubungqina kwangaphambili ngeembandezelo zikaKristu+ nangozuko+ olwaluya kuzilandela.