Isaya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Umele abe njengendawo engcwele;+ kodwa njengelitye lokubetheka nanjengeliwa lokukhubeka+ kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, njengesibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.+ Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+ 1 Korinte 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kodwa thina sishumayela uKristu ebethelelwe,+ nto leyo esisikhubekiso+ kumaYuda nebubudenge kwiintlanga;+ 1 Petros 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+
14 Umele abe njengendawo engcwele;+ kodwa njengelitye lokubetheka nanjengeliwa lokukhubeka+ kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, njengesibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.+
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
23 kodwa thina sishumayela uKristu ebethelelwe,+ nto leyo esisikhubekiso+ kumaYuda nebubudenge kwiintlanga;+
8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+