IZenzo 28:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ke singathanda ukuziva izimvo zakho, kuba eneneni, siyazi ukuba eli hlelo+ lichasiwe+ kuyo yonk’ indawo.” 1 Petros 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ihambo yenu mayibe ntle phakathi kweentlanga,+ ukuze, nokuba zithetha kakubi ngani njengabenzi-bubi, zithi ngokubona imisebenzi yenu emihle,+ zimzukise uThixo ngemini yokuvelela kwakhe.+
22 Kodwa ke singathanda ukuziva izimvo zakho, kuba eneneni, siyazi ukuba eli hlelo+ lichasiwe+ kuyo yonk’ indawo.”
12 Ihambo yenu mayibe ntle phakathi kweentlanga,+ ukuze, nokuba zithetha kakubi ngani njengabenzi-bubi, zithi ngokubona imisebenzi yenu emihle,+ zimzukise uThixo ngemini yokuvelela kwakhe.+