Eksodus 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Beka uyihlo nonyoko+ ukuze yolulwe imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.+ Duteronomi 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Beka uyihlo nonyoko,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho; ukuze yolulwe imihla yakho nokuze kulunge kuwe+ emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho. Efese 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bantwana, bathobeleni abazali benu+ ngokumanyene+ neNkosi, kuba oku kububulungisa:+ Kolose 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nina bantwana, bathobeleni+ abazali benu ezintweni zonke, kuba oko kukholekile eNkosini.
16 “‘Beka uyihlo nonyoko,+ kanye njengoko ekuyalele uYehova uThixo wakho; ukuze yolulwe imihla yakho nokuze kulunge kuwe+ emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho.