INdumiso 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;Uthe kum: “Ungunyana wam;+Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+ Mateyu 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+ Marko 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kwaza kwaphuma ilizwi emazulwini lisithi: “UnguNyana wam, oyintanda; ndikholisiwe nguwe.”+ Yohane 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+ 2 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+
17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+
32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+
17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+