Eksodus 34:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wahlala apho ke kunye noYehova iintsuku ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane. Akadla sonka, akasela manzi.+ Wawabhala emacwecweni amazwi omnqophiso lowo, aMazwi Alishumi.+ 1 Kumkani 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+
28 Wahlala apho ke kunye noYehova iintsuku ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane. Akadla sonka, akasela manzi.+ Wawabhala emacwecweni amazwi omnqophiso lowo, aMazwi Alishumi.+
8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+