Mateyu 13:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Ngoko bakhubeka kuye.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo nasendlwini yakhe.”+ Marko 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa uYesu waqhubeka wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo+ naphakathi kwezalamane zakhe nasendlwini yakhe.”+ Yohane 4:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Noko ke, uYesu wanikela ubungqina bokuba kwilizwe lakowabo umprofeti akanikwa mbeko.+
57 Ngoko bakhubeka kuye.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo nasendlwini yakhe.”+
4 Kodwa uYesu waqhubeka wathi kubo: “Umprofeti akaphathwa ngokungenambeko ngaphandle kwakummandla wakowabo+ naphakathi kwezalamane zakhe nasendlwini yakhe.”+