Mateyu 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+ Marko 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwanoomoya abangahlambulukanga,+ xa sukuba bembona, babequbuda phambi kwakhe baze badanduluke, besithi: “Wena unguNyana kaThixo.”+
29 Yaye, khangela! amemeza, esithi: “Sinantoni yakwenza nawe, Nyana kaThixo?+ Ngaba uze apha ukuze usithuthumbise+ ngaphambi kwexesha elimisiweyo?”+
11 Kwanoomoya abangahlambulukanga,+ xa sukuba bembona, babequbuda phambi kwakhe baze badanduluke, besithi: “Wena unguNyana kaThixo.”+