IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kamsinya emva koko wahambela kwizixeko ngezixeko nakwiidolophana ngeedolophana, eshumayela yaye evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo.+ Kwaye abalishumi elinesibini babekunye naye,

  • Yohane 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Simele siyisebenze imisebenzi yalowo undithumileyo ngoxa kusesemini;+ ubusuku+ buyeza xa kungayi kubakho mntu unako ukusebenza.

  • IZenzo 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+

  • Roma 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba ndithi uKristu okunene waba ngumlungiseleli+ wabo balukileyo+ ngenxa yokuba nenyaniso kukaThixo,+ khon’ ukuze aqinisekise izithembiso+ awazenza kookhokho babo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share