Mateyu 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYesu ke, ezazi iingcamango zabo,+ wathi: “Kutheni nicinga izinto ezingendawo nje ezintliziyweni zenu?+ Marko 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uYesu, eqondile ngoko nangoko ngomoya wakhe ukuba babeqiqa ngaloo ndlela, wathi kubo: “Kutheni niqiqa ezi zinto ezintliziyweni zenu?+
4 UYesu ke, ezazi iingcamango zabo,+ wathi: “Kutheni nicinga izinto ezingendawo nje ezintliziyweni zenu?+
8 Kodwa uYesu, eqondile ngoko nangoko ngomoya wakhe ukuba babeqiqa ngaloo ndlela, wathi kubo: “Kutheni niqiqa ezi zinto ezintliziyweni zenu?+