Mateyu 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.” 1 Timoti 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lithembekile yaye lifanelwe kukwamkelwa ngokupheleleyo ilizwi elithi+ uKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Ndingobalaseleyo kubo.+
13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”
15 Lithembekile yaye lifanelwe kukwamkelwa ngokupheleleyo ilizwi elithi+ uKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Ndingobalaseleyo kubo.+