Marko 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko nangoko, uYesu waqonda ngaphakathi kuye ukuba amandla+ aphumile kuye, yaye waphethukela kwisihlwele waza wathi: “Ngubani ochukumise izambatho zam zangaphezulu?”+
30 Ngoko nangoko, uYesu waqonda ngaphakathi kuye ukuba amandla+ aphumile kuye, yaye waphethukela kwisihlwele waza wathi: “Ngubani ochukumise izambatho zam zangaphezulu?”+