Mateyu 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Musani ukugweba+ ukuze ningagwetywa; Roma 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke akunakungxengxezeleka, mntundini,+ nokuba ungubani na, ukuba uyagweba;+ kuba kwinto omgweba kuyo omnye, uzigwebela isohlwayo wena ngokwakho, kwanjengokuba wena lo ugwebayo+ uqhelisela izinto ezifanayo.+ Roma 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa kutheni umgweba nje umzalwana wakho?+ Okanye kutheni umjongela phantsi nje umzalwana wakho? Sonke siya kuma phambi kwesihlalo sokugweba+ sikaThixo;
2 Ngoko ke akunakungxengxezeleka, mntundini,+ nokuba ungubani na, ukuba uyagweba;+ kuba kwinto omgweba kuyo omnye, uzigwebela isohlwayo wena ngokwakho, kwanjengokuba wena lo ugwebayo+ uqhelisela izinto ezifanayo.+
10 Kodwa kutheni umgweba nje umzalwana wakho?+ Okanye kutheni umjongela phantsi nje umzalwana wakho? Sonke siya kuma phambi kwesihlalo sokugweba+ sikaThixo;