Isaya 58:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Asikuko na oku ukuzila endikunyulayo? Ukukhulula amakhamandela obungendawo,+ ukukhulula izibopho zedyokhwe,+ nokundulula abo batyumkileyo bekhululekile,+ nokuba niqhawule kubini zonke iidyokhwe na?+ Mateyu 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kuba ukuba niyabaxolela abantu izigqitho zabo, noYihlo osemazulwini uya kunixolela;+ Marko 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+
6 “Asikuko na oku ukuzila endikunyulayo? Ukukhulula amakhamandela obungendawo,+ ukukhulula izibopho zedyokhwe,+ nokundulula abo batyumkileyo bekhululekile,+ nokuba niqhawule kubini zonke iidyokhwe na?+
25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+