-
Mateyu 7:25INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 Yagaleleka imvula, zafika nezikhukula, yavuthuza nemimoya, yabetha kuloo ndlu, kodwa ayizange idilike, kuba yayisekwe phezu kolwalwa.
-