Mateyu 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula ke uYesu wathi kwigosa lomkhosi: “Hamba. Makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho.”+ Kwaye isicaka saphiliswa kwangalo elo lixa.
13 Wandula ke uYesu wathi kwigosa lomkhosi: “Hamba. Makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho.”+ Kwaye isicaka saphiliswa kwangalo elo lixa.