Mateyu 19:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa uYesu wathi kubafundi bakhe: “Inene ndithi kuni kuya kuba nzima ngesityebi ukungena ebukumkanini bamazulu.+ 1 Timoti 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+ 2 Timoti 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 abangcatshi,+ abaneentloko ezilukhuni, abakhukhumele likratshi,+ abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo,+ 2 Timoti 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.
23 Kodwa uYesu wathi kubafundi bakhe: “Inene ndithi kuni kuya kuba nzima ngesityebi ukungena ebukumkanini bamazulu.+
9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+
4 abangcatshi,+ abaneentloko ezilukhuni, abakhukhumele likratshi,+ abathandi beziyolo kunokuba bathande uThixo,+
10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.