ISityhilelo 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yayiphosa enzonzobileni+ yaza yayivala, yayitywina, ukuze ingabi nakuzilahlekisa iintlanga kwakhona de kuphele iminyaka eliwaka. Emva koko iya kukhululwa ithuba elincinane.+
3 Yayiphosa enzonzobileni+ yaza yayivala, yayitywina, ukuze ingabi nakuzilahlekisa iintlanga kwakhona de kuphele iminyaka eliwaka. Emva koko iya kukhululwa ithuba elincinane.+