Luka 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ebudeni benye yezo mini wayefundisa, yaye abaFarisi nabafundisi bomthetho ababeze bephuma kuzo zonke iidolophana zaseGalili nelakwaYuda naseYerusalem babehleli apho; namandla kaYehova ayelapho ukuze yena aphilise.+
17 Ebudeni benye yezo mini wayefundisa, yaye abaFarisi nabafundisi bomthetho ababeze bephuma kuzo zonke iidolophana zaseGalili nelakwaYuda naseYerusalem babehleli apho; namandla kaYehova ayelapho ukuze yena aphilise.+