Marko 7:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+ Luka 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+
36 Ngako oko wabayala ukuba bangaxeleli nabani na;+ kodwa okukhona wayebayala, kokukhona babekubhengeza ngakumbi.+
14 Waza wamnika loo mntu imiyalelo yokuba angaxeli nakubani na esithi:+ “Kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze wenze umnikelo+ ngokuhlanjululwa kwakho, kanye njengoko uMoses walathisayo, ukuze kube bubungqina kubo.”+