Mateyu 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathi kuye: “Asinanto apha ngaphandle kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.”+ Marko 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Wathi kubo: “Zingaphi izonka eninazo? Hambani niye kubona!” Bakuba bekuqinisekisile oko, bathi: “Zihlanu, kunye neentlanzi ezimbini.”+ Yohane 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kukho inkwenkwana apha enezonka ezihlanu zerhasi+ neentlanzi ezimbini ezincinane. Kodwa ziyintoni na ezi phakathi kwabaninzi kangaka?”+
38 Wathi kubo: “Zingaphi izonka eninazo? Hambani niye kubona!” Bakuba bekuqinisekisile oko, bathi: “Zihlanu, kunye neentlanzi ezimbini.”+
9 “Kukho inkwenkwana apha enezonka ezihlanu zerhasi+ neentlanzi ezimbini ezincinane. Kodwa ziyintoni na ezi phakathi kwabaninzi kangaka?”+