Mateyu 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+ Marko 6:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, abo badla izonka babengamawaka amahlanu amadoda.+ Yohane 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+
21 Ukanti abo babesidla yayingamadoda amalunga namawaka amahlanu, ngaphandle kwabafazi nabantwana abaselula.+
10 UYesu wathi: “Bangqendeviseni abantu njengasesidlweni.”+ Ke kaloku kwakukho ingca eninzi kuloo ndawo. Angqendeva ke ngoko amadoda, emalunga namawaka amahlanu ngenani.+