Mateyu 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+ Marko 6:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wayalela bonke abantu ukuba bangqendeve beziziqhu+ ngeziqhu engceni eluhlaza.+ 1 Korinte 14:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa zonke izinto mazenzeke ngokundilisekileyo nangolungelelwano.+
19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+