Mateyu 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ekuphenduleni uSimon Petros wathi: “UnguKRISTU,+ uNyana woThixo ophilayo.”+ Luka 4:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+ Yohane 1:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kuqala yena wafumana umntakwabo, uSimon, waza wathi kuye: “Simfumene uMESIYA”+ (xa liguqulelwa, lithetha uKristu).+ Yohane 6:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 yaye sikholiwe saza safikelela ekwazini ukuba wena unguLowo Ungcwele kaThixo.”+
41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+
41 Kuqala yena wafumana umntakwabo, uSimon, waza wathi kuye: “Simfumene uMESIYA”+ (xa liguqulelwa, lithetha uKristu).+