Mateyu 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yaye nabani na ongasamkeliyo isibonda sakhe sentuthumbo aze alandele emva kwam akandifanele mna.+ Mateyu 16:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela. Marko 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wabizela isihlwele kuye kunye nabafundi bakhe waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela. Luka 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Nabani na ongasithwaliyo isibonda sakhe sentuthumbo, andilandele, akanakuba ngumfundi wam.+
24 Wandula ke uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela.
34 Wabizela isihlwele kuye kunye nabafundi bakhe waza wathi kubo: “Ukuba nabani na ufuna ukundilandela, makazincame, athabathe isibonda sakhe sentuthumbo aze aqhubeke+ endilandela.