Mateyu 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwakuxa babehlanganisene ndawonye eGalili apho uYesu wathi kubo: “UNyana womntu umiselwe ukuba angcatshwe ezandleni zabantu,+ Marko 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+ Luka 18:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngokomzekelo, uya kunikelwa kubantu beentlanga yaye kuya kuhlekiswa+ ngaye aze aphathwe ngokusa+ kwaye atshicelwe;+
22 Kwakuxa babehlanganisene ndawonye eGalili apho uYesu wathi kubo: “UNyana womntu umiselwe ukuba angcatshwe ezandleni zabantu,+
31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+
32 Ngokomzekelo, uya kunikelwa kubantu beentlanga yaye kuya kuhlekiswa+ ngaye aze aphathwe ngokusa+ kwaye atshicelwe;+